Up ]

Nqanda iTB

UBUSAZI UKUBA

Nqanda iTB 

INTSHONA KOLONI INELONA NANI LIPHEZULU LABANTU ABANE TB EHLABATHINI!

ITB iyanyangeka!

Unyango Iwe TB lusimahla!

UNGAMNCEDA UMHLOBO WAKHO NGOKWAZI IIMPAWU NEMIQONDISO YE-TB

 

UKUBA UCINNGA UKUBA UMHLOBO WAKHO USENOKUBA UNE TB MSE KWIKLINIKI EKUFUTSHANE NAWE AYOKUVAVANYWA SIMAHLA KWAYE ANYANGWE SIMAHLA


NQANDA UKUSASAZEKA KWETB!  


UKUBA UNAYO ITB  

KUFUNEKA


INGOZI!

Ukuba akulugquibanga unyango lwakho, usenokufumama iTB ekwaziyo ukumelana namayeza kwaye usenokufa!

 

IHIV KUNYE NETB  

 

INGATHINTELWA INYANGWE KWAYE INYANGEKE


YINTONI IDOTS

Imele:

Isifundo esifutshane esiqwalaselweyo sonyango

Directly

Observed

Treatment

Short course

Umxhasi weDOTS unceda izigulane zeTB ekuhlaleni emsebenzini, okanye ekliniki

UNGANCEDA NJANI?  

Linkonzo zakho njengomxhasi weDOTS ziyafuneka ukunceda isigulane seTB esihlala kufutshane nawe okanye esisebeenza nawe.

Ingcaciso engaphezulu, qhagamshelana:

SANTA: umnxeba (021) 696-5128

(021) 696-6686

TB Care: umnxeba (021) 400-3782,

Isebe lezeMpilo: umnxeba (021) 483-2270

 

NABANI NA ANGAYFUMANA I-TB

I-TB IYANYANGEKA!

UMONGAMELI
UMANDELA WAYENE
TB WANYANGEKA!     


Ilungiselelwe YICMC Health Resource Centre:Umnxeba

Izeliswe yi United Action Against TB Advocacy Task Group